MASKANDI FESTIVAL SEASON 3 – LOADING…

Written by on 02/08/2018

Uyabuya kwakhona umyhadala wakho wonyaka nosele uzenzele udumo kweliphondo nakwamanye. I-Maskandi festival season 3 kulonyaka ikuphathele intsikizi ezimaphiko, izangxa noomakhwekhwetha ekudala bewuphethe umcimbi ka Maskandi.

Idinga lise Mew Hall apha eKhayelitsha, umhla ngowesithathu kuNovemba walonyaka.

Hlala ecaleni ko 98.2FM, ukuze ungaphoswa ziinkcukacha.

#SilaphoUkhoyo

#IsikhululoSonyaka

 


Reader's opinions

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *


Zibonele FM

Zibonele FM

Current track
TITLE
ARTIST

Background
%d bloggers like this: