Win…win …win – with Maskandi festival competition

Written by on 08/08/2018

 

Win – Zibonele FM golf shirt

Ngubani eligqala eliphakathi kwabantu abayiqalayo indaba yomculo ka Maskandi emzantsi afrika?

Eligqala lizakube likhona kwi Maskandi festival season 3.

SMS UTHI : Maskandi – Igama le artists leyo thumele ku-33524

Sawujonga I Cell number ethumele kakhulu njengomntu ophumeleleyo.

I-Winner Izakuchazwa ngolwesihlanu kwinqubo “Ezakuthi Ingoma “ nge 17/08/2018

#Maskandi Season 3 ayinakukuphoxa

#SilaphoUkhoyo


Reader's opinions

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *


Zibonele FM

Zibonele FM

Current track
TITLE
ARTIST

Background
%d bloggers like this: