BREAKING NEWS!, Izitrato zase Khayelitsha, Ilitha Park ziyavutha

Written by on 21/02/2019

 

Benz’imisadulo kwintlaninge yezitalato zengingqi yaseLitha Park eKhayelitsha abahlali baseLitha Park begqushalazela ukunkinkishelwa kwabo kancinane amanzi kwakunye nexabiso lawo elixhomileyo. Aba bathi sele ziphelile iintsuku ezisixhenxe ebebezisikele isixeko seKapa khon’ukuze siphendule kodwa nakalokunje basajonge enkalweni. Kungokunje abahlali bantumeka amatayala bekwasasaza nenkunkuma ezitalatweni besenza imisadulo yokubonakalisa ingqumbo yakho.


Reader's opinions

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *


Zibonele FM

Zibonele FM

Current track
TITLE
ARTIST

Background
%d bloggers like this: