RIP DJ Zola Kaso-Majiza

Written by on 17/10/2019

Lala ngoxolo Makhwekhwetha, Msasazi wodumo olandelwe kakhulu waseMhlobo Wenene FM.

Sivukela ezindabeni ezibuhlungu namhlanje zokushiywa nguZola Kaso-Majiza obenguMsasazi ophumizandla waseMhlobo wenene, kuyinene ukuthi u2019 ubengu nyaka kaRIP ngakumbi kwabo baziwayo. LokaMajiza usweleke eneminyaka eyi67 ubudala..

Abalandeli bakaZola basothukile kukushiywa kwabo nguMakhwekhwetha oneminyaka ekonomathotholo wabo.

Iminqweno yakhe nje kwakuba iDSTV channel yabo ibonise xa esasaza ngenxa yendlela yayimonwabisa ngayo into yosasazela abalandeli bakhe.


Reader's opinions

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *


Zibonele FM

Zibonele FM

Current track
TITLE
ARTIST

Background
%d bloggers like this: