Indumezulu Gospel Show 2020 -Posponed!

Written by on 16/03/2020

Indumezulu Gospel Show Postponed

Usanqunyanyisiwe umhla we-4 kaApril 2020 we-Indumezulu Gospel Show

Emva kwengxelo esuka kuMnumzana Cyril Ramaphosa phantsi kwemigaqo ebekiweyo ukuba sikhuseleke kuleCorona Virus siyabandakanyeka kulo wohlengahlengiso lweeNdibano ezinabantu abagqithe ku-100.

Ngelo siyaXolisa, kwaye kubobonke aba sebewathengile amaTicket sizobuya nengcazelo yomhla omtsha emva kweentsuku eziyi-30.

Umpathi weZibonele FM, CEO uMawande Jara uthembise ngelithi lomhlangano awurhoxiswanga kodwa unqunyanyisiwe ngoba ke ngoku okusemqoka kukukhuseleka kwabantu.

Masizame sihlale sikhuseleke, sicebisane ngokuyobona isebe lezempilo ukuba inento ongayiqondiyo 🖤

#CoronaVirus
#IndumezuluGospelShow2020


Reader's opinions

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *


Zibonele FM

Zibonele FM

Current track
TITLE
ARTIST

Background
%d bloggers like this: