Month: November 2020

uzenze ikheswa umphathiswa wokhuseleko loluntu entshonakoloni umnumzana fritz​

Written By Nobaxabiso Mgqawule Photo by Unknown Uzenze ikheswa umphathiswa wokhuseleko loluntu eNtshonakoloni umnumzana Fritz Headline:Uzenze ikheswa umphathiswa wokhuseleko loluntu eNtshonakoloni umnumzana Fritz Uvavanywe ze waqinisekiswa njengosuleleke yintsholongwane iConona umphathiswa wesebe lokhuseleko loluntu kwiphondo leNtshonakoloni umnu. Ablert Ftritz.Oku udizwengethuba bekuphehlelelwa inkqubo yesicwangciso sokhuseleko loluntu kweli phondo ngexesha leholide zehlobo..Lo msitho ububanjelwe kummandla wase Phillipi.Iphondo leNtshonakoloni kungoku njelijamelene nengxaki yohlaselo lwesibini ngubhubhane wetsholongwane iCovid 19.Kapa umnu. J P Smit uthe umphathiswa uzifumene ezindaba ngethuba ebebambe intlanganiso …

uzenze ikheswa umphathiswa wokhuseleko loluntu entshonakoloni umnumzana fritz​ Read More »

sabc retrenchment plan delayed​

Written By Michell Augus Photo by Unknown SABC RETRENCHMENT PLAN DELAYED The Broadcasting, Electronic, Media & Allied Workers Union (Bemawu)’s legal representatives argued today in court that the South African Broadcasting Corporation (SABC) must immediately stop the planned retrenchments and allow proper consultation. They brought an urgent application to the Braamfontein Labour court to stop this retrenchment process which can lead to 400 employees losing their jobs. The SABC board claims that the retrenchment proses …

sabc retrenchment plan delayed​ Read More »

gesondheidsdepartement se gereedheid​

Written By Michell Augus Photo by Unknown GESONDHEIDSDEPARTEMENT SE GEREEDHEID Die Wes-Kaapse gesondheidsdepartement beweer dat daar voldoende bedruimte sal wees indien die COVID-19-infeksies meer word in die Metro.Provinsiale hospitalisasies het in November met 63% toegeneem, en ICU gevalle met 75%. In September het COVID-19 hospitalisasies ‘n laagtepunt van minder as 500 bereik en hierdie week het dit gestyg tot meer as 900.Volgens die provinsiale hoof van gesondheid, dr Keith Cloete, was daar in die afgelope …

gesondheidsdepartement se gereedheid​ Read More »

Lizakuqhuba kwiveki ezayo ityala lendoda etyholwa ngokubulala

Written By Olwethu Mboto Video by Unknown Lizakuqhuba kwiveki ezayo ityala lendoda etyholwa ngokubulala Limiselwe ulwesibini weveki ezayo ityala lesicelo sebheyile sika Zane Killian. Loka Killian unqakulwe ngokwayamene nokugqithisa amafu umcuphi wamatyala amaqela emigewu umnu u-Charl Kinnear. U-Killian ujamelene namatyala ahlukeneyo ayamenenokuzama ukubulala e-Kapa, Kambe kungoku-nje kulindeleke afake isicelo sebehyile sesibini. Noko kunjalo umbuso uthi uzimisele ukusikhaba isicelo sebheyile ngelithi unobungozi. U-Killian ubeseluvalelweni kangangesithuba seenyanyanga ezimbini. Ityala limiselwe iveki ezayo. News Editor Xolisa Sindaphi Eli …

Lizakuqhuba kwiveki ezayo ityala lendoda etyholwa ngokubulala Read More »

NUWE VERNOOT VIR DIE GROEI VAN OSEAAN-EKONOMIE

Written By Michell Augus Photo by Unknown NUWE VERNOOT VIR DIE GROEI VAN OSEAAN-EKONOMIE Die burgemeesterskomiteelid vir ekonomiese geleenthede en batebestuur, James Vos, het vandag die stad se nuutste strategiese sakevennoot (SBP), BlueCape, met belangrike belanghebbendes in die bedryf tydens ‘n webinar bekendgestel. Hierdie SBP was gestig om werkskepping en die groei van Kaapstad se oseaan-ekonomie deur mariene vervaardiging, te ondersteun. Die primêre rol van BlueCape, wat ook ondersteuning vanaf die V&A Waterfront ontvang het, …

NUWE VERNOOT VIR DIE GROEI VAN OSEAAN-EKONOMIE Read More »

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.