Month: November 2020

Sizawuphelisa nyaa umkhwa wamaqela oonqevu​

Written By Olwethu Mboto photo by Uknown Sizawuphelisa nyaa umkhwa wamaqela oonqevu Abahlali bommandla i-Manenberg kwiphondo le-Ntshona Koloni bazibandakanye nogwayimbo besithi badikwe yeyokosa zizigila mkhuba zamaqela oonqevu, Ababahlali bathi bazimisele ukuphelisa nyaa umkhwa wemilo yamaqela emigewu kulammandla nalapho bazibandakanye nezintshukumo isithuba seentsuku ezintandathu. Abahlali ndawonye nombutho wolutsha ochasene noku kulammandla bathi abasokuze bakwazi ukunyamezela kwakho oku de izikhalazo zabo zithathelwe ingqalelo. Uceba walammandla u-Aslam Cassiem uthi badinga neqela lesipolisa eliyaziyo imimandla efana nee-Cape Flats neminye …

Sizawuphelisa nyaa umkhwa wamaqela oonqevu​ Read More »

PAC Betoging teen bewerings van rasisme by Hoerskool Brackenfell​

Written By Michelle Augus Photo by Jenni Evans PAC Betoging teen bewerings van rasisme by Hoerskool Brackenfell Die polisie het skokgranate geskiet  om te voorkom dat ‘n groep betogende PAC-lede die Hoërskool Brackenfell bereik. Die groep het vanoggend met hul betoging by die stasie begin, oppad na die skool toe. Die polisie het ‘n versperring gevorm by die kruising wat na die Hoërskool Brackenfell lei, om te verhoed dat die groep van ongeveer 30 lede …

PAC Betoging teen bewerings van rasisme by Hoerskool Brackenfell​ Read More »

Elementor #3381

Written By Abongile Booi Video by EWN Headlines Igosa eliphezulu kwicandelo leendaba nophendl’ondaba kwijelo losasazo iSABC unkosikazi Phathiswa Magopheni izolo unqwalile ngenene ukuba usathe xha ekukhupheni iileta phantsi komqathango wekhulu mashumi asibhozo anethoba emva kokugqalwa ngabasebenzi abalugcwabevu ngumsindo. LokaMagopeni uthi akakwazi ukuqhubeka nokukhuphe ezimbalelwano kodwa uzakuya kwiziphathamandla ukuyskuxubusha malunga nenyewe yokudendwa kwabasebenzi  kwelajelo emva kokuba kukhutshwe ingxelo zokuba bangamakhulu abane abasebenzi abakhutshelwe iimbalelwano. News Editor Xolisa Sindaphi Status

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.