Written By

Olwethu Mboto

Akhonjiswe umnyango amapolisa asixhenxe

Ngamagosa esipolisa asixhenxe kuquka amapolisa aphezulu angqinwe njengakhonjiswe umnyango malunga nesiganeko sobuqhophololo. Iingxelo zidiza ukuba lamapolisa aphakathi kwabarhanelwa abalishumi elinesithandathu abanqakulwa kwinyanga ka-June ngethuba leenkqubo zogqogqo elalisenziwa ligqiza elithwaliswe uxanduva. Ababarhanelwa banqakulwe malunga nokubandakanyeka kumatyala aliqela kuquka ubuqhophololo, ukuphanga ndawonye nokwehlisa imali ngomlenze. Isithethi samapolisa umnu u-Vish Naidoo udize ukuba lamapolisa asixhenxe agxothwe izolo emva kokubandakanyeka kwiinkqubo zangaphakathi.

News Editor

Xolisa Sindaphi

Eli bali lisaqhubeka

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.