Written By

Olwethu Mboto

Avulela ngezintywizisi amapolisa e-Brackenfell

Aphume ngathi aphuma kurontabil’otshayo amalungu ombutho we-EFF kwintlaninge yeebhasi kwisikolo samabnga aphakamileyo i-Brackenfell e-Kapa namhlanje bephakamisele phezulu amaxwebhu achasene nobuhlanga abadiza ukuba luyagquba kwesisikolo. Intatheli yelijelo elapho u-Zizipho Ninzi usenzele lengxelo iqhotyoshelweyo.

News Editor

Xolisa Sindaphi

Eli bali lisaqhubeka

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.