Unemployment-Rate

Yehlile intswelangqesho kwisixeko saseKapa.

NguNomaxabiso Mgqawule Nangona kubhengezwe ukonyuka kwezinga lentswela-ngqesho kwilizwe loMzantsi Afrika, kodwa isixeko saseKapa sona sithi siyakhuthazeka kukwehla kwezinga lentswela-ngqesho ngomyinge wesine ekhulwini (4%) rhoqo ngonyaka.Oku kudizwe nguSodolophu wesi sixeko, umnumzana Geordin Hill-Lewis.Uqhayise ngelithi, esi sixeko sinkqenkqeza phambili ngezinga eliphantsi lentswela- ...

Geordin

Kuzakuqhuba uphando-nzulu emva kwezigrogriso nentlawuliso ngakubasebenzi besixeko seKapa

Ibhalwe ngu Abaongile Booi Isixeko saseKapa sithi sizakutyumba umphandi okhethekileyo kwicandelo laso lokhuselo nokhuseleko ukuze aphande izityholo zokubanjwa ngobhongwana kwabantu, behlawuliswa imali ebizwa njengeyokubakhusela (Protection fee) nantoleyo ichaphazela ukuqokelelwa kwenkunkuma. Izolo usodolophu wesixeko umnumzana Geordan Hill-Lewis uzibandakanye nabasebenzi abathutha inkun ...

Limisele izicwangciso zokulungela ubusika isebe lophuhliso lwezentlalo eNtshona Koloni 

Ibhalwe nguLusindiso Mayambela   Isebe lophuhliso lwezentlalo kwiphondo leNtshona Koloni likwinyathelo lokumilisela izicwangciso zalo nanjengoko kufika ixesha lobusika ukuqinisekisa ukuba limisela imigqaliselo efanelekileyo yokuqwalasela intlekele. Eli sebe lithi, iimeko zobusika ezimandundu ziyenza maxongo intlalo yabo bahlala kwimimandla yamatyotyombe,iindawo ezisemaphandlen ...

Limisele izicwangciso zokulungela ubusika isebe lophuhliso lwezentlalo entshona koloni

Lusindiso Mayambela   Isebe lophuhliso lwezentlalo kwiphondo leNtshona Koloni likwinyathelo lokumilisela izicwangciso zalo nanjengoko kufika ixesha lobusika ukuqinisekisa ukuba limisela imigqaliselo efanelekileyo yokuqwalasela intlekele. Eli sebe lithi, iimeko zobusika ezimandundu ziyenza maxongo intlalo yabo bahlala kwimimandla yamatyotyombe,iindawo ezisemaphandleni nasezital ...

image (1)

Usothukile umqhubi webhasi emva kwengozi eyenzeke kwindlela uN2

Ibhalwe nguSanelisiwe Qayi    Inkampani yeebhasi yaseKapa ejongene nokuthutha abantu abangaphezulu kwamashumi amahlanu abebesuka kwinkonzo yaseSt Aidan eLansdowne besingisa eMazantsi eKapa, ​​ithi umqhubi wayo wonzakele ngokumasikizi kwaye usenomothuko emva kwengozi ethe yasuba imiphefumlo yabantu abane ababhinqileyo nababhengezwe njengabaswelekileyo kwindawo yexhwayelo ze ink ...

gbv

UGCIS uzakubamba iphulo lokulumkisa ngempatho gadalala.

Ibhalwe nguNomaxabiso Mgqawule. Iziganeko zempatho gadalala ejoliswe ngokwesini ezigqubayo kwisithili sase Khayelitsha kwisixeko sase Kapa zibangele ukuba iziko elijongene nezonxibelelwano eburhumenteni i-Government Communication and Information Systems(GCIS) aqhube iphulo elichasene nezi ziganeko. Ngomhla wesihlanu kuCanzibe kulo nyaka  iGCIS izakubhinqa omfutshane ingena umzi nomzan ...

SASSA

“Kugqith’iswa usana kunina ngurhulumente kwisibonelelo sikaSASSA” – Fernandez

Ibhalwe nguNomaxabiso Mgqawule.   Umphathiswa wesebe lophuhliso lwentlalo kwiphondo leNtshona Koloni unkosikazi Sharna Fernandez, uvakalise inkxalabo malunga nengxelo ekhutshwe  yiposi yeli loMzantsi Afrika  emalunga nenkqubo entsha yokuhlawulwa kwabaxhamli bemali yesibonelelo sikarhulumente ngaphandle kwamakhadi e-arhente uSASSA. “Ukufumana imali ngaphandle kwekhadi kubonakal ...

La ngamapolisa kufuphi nesithuthi secandelo loqhaqho lwemizimba kwindawo yexhwayelo

Uluntu lulilisana nosapho Loyiso Nkohla

Ibhalwe nguNomaxabiso Mgqawule noZizipho Ninzi. Ithi igqebheke olungophiyo ngokusweleka kwetshantliziyo umnumzana Loyiso Nkohla imibutho yokuhlala kwiphondo leNtshona Koloni.Umbutho omele abahlali bemimandla yoogobityholo obizwa ngokuba ‘Yintlungu yasematyotyombeni’  nawo uphefumle .“Umnumzana Nkohla ebeyinkokheli ethetha phandle, ebisilwela abahlali basematyotyombe kakhulu. LokaNkohla ...

Mayihlaziywe Indlela iPosi Esebenza Ngayo.

Imanyano emele abasebenzi benkonzo yezonxibelelwano kwiposi yeli ibibambe umngcelelekuzwelonke ngomhla wamashumi mabini anesine kwinyanga yeNkanga. Kwiphondo leNtshonakoloni le manyano yabasebenzi iCommunication Workers Union (CWU) ibijongise imibombokwizakhiwo zendlu yowiso mthetho kazwelonke eKapa. Phakathi kwezikhalazo abathe bazithi thaca kumqulu wezikhalazo ebebezihambise k ...