Highlights

Zibonele FM Radio Awards are now open for public participation. Fill in the form below to submit your entry. Eligible entries must promote Zibonele FM Radio Awards on all social media platforms by getting your followers to vote for you as many times as possible for you to stand a chance of winning. You may […]

  Win – Zibonele FM golf shirt Ngubani eligqala eliphakathi kwabantu abayiqalayo indaba yomculo ka Maskandi emzantsi afrika? Eligqala lizakube likhona kwi Maskandi festival season 3. SMS UTHI : Maskandi – Igama le artists leyo thumele ku-33524 Sawujonga I Cell number ethumele kakhulu njengomntu ophumeleleyo. I-Winner Izakuchazwa ngolwesihlanu kwinqubo “Ezakuthi Ingoma “ nge 17/08/2018 #Maskandi […]

Izibone isihiya intsana zayo, idada eziseleni indoda yaseZwelihle e- Hermanus kweli lekapa ngezityholo zokuphembelela ubundlobongela esidlangalalelini. Ityala lale ndod lithunyelwe kwinkundla yenqila yase Stellenbosch ukuba kuqalise utshutshiso. Inkundla kamantyi eStrand idize ukuba zikhona zonke inkcukaca ebezifuneka zeDokethi kwaye lungaqala utshutshiso ngakumrhanelwa. UGcobani Ndzongana utyholwa ngokuyalela abantu ukuba bonakalise izakhiwo batshise iivenkile besenza uqulukubhode  eZwelihle ngethuba […]

Uyabuya kwakhona umyhadala wakho wonyaka nosele uzenzele udumo kweliphondo nakwamanye. I-Maskandi festival season 3 kulonyaka ikuphathele intsikizi ezimaphiko, izangxa noomakhwekhwetha ekudala bewuphethe umcimbi ka Maskandi. Idinga lise Mew Hall apha eKhayelitsha, umhla ngowesithathu kuNovemba walonyaka. Hlala ecaleni ko 98.2FM, ukuze ungaphoswa ziinkcukacha. #SilaphoUkhoyo #IsikhululoSonyaka  

Theme :Students assaulting/fighting their teachers Date :27.07.2018 Venue : Isivivana Centre Close to Khayelitsha Mall Time : 14h00 – 16h00 Entertainment : Bizza Wethu (popular DJ) , Vincent (model & Big event organiser) ,neSdudla somdantso(Demoni lam artist) We invite young people and debate clubs. SMS /Whatsapp 0846267910 for details. Powered by MTN  

Utyhole umasipala wasekapa ngokurhuqa iinyawo kumbandela wokuziswa kweenkonzo eluntwini usihlalo wombutho we ANC kwibhunga lesixeko sasekapa umn.uXolani Sotashe.Uthi noxa behambisana nokuba abahlali bakhalazele inkonzo ezingekhoyo kodwa abasayi kubavumela abo bazimisele ukonalalisa izinto eziluncedo ebahlalini.uSotashe uthetha oku emva kokuba abahlali abavutha ngumsindo bethe bantumeka umlilo ze babetha ngamatye iholo yolunto enkulu eKhayelitsha ,i OR Tambo,beqhekeza iifestile.Aabahlali […]

TOP TEN – Cula Zibonele competition : 1.Joy Fam 2.Lutrax 3.Nobuhle Kamba 4.Te Dee Mo 5.Soso Nomlala 6.Space 7.Isibane se-Afrika 8.Mr G De Hustler 9.Bluzer 10.Amanyora Congratulations to all of you .Voting is now open until 20th July 2018 midnight. SMS :ZIB NAME OF YOUR ARTIST -SEND TO 33524 Best of luck to all.

Since the system of audience research ratings was introduced to Zibonele FM, we have never been far off from 200 000 listeners. According to research conducted by AGB Nielsen, Zibonele FM is the only station that has managed to retain loyal listenership for a duration of 14 hours per day. Currently Zibonele FM is sitting […]

Kwiminyaka engaphezu kwamashumi amabini anesibini exelengela iziko lokuhlala iZibonele Fm ,umnumzana uZweli Nokhatywa uthe wawongwa ngeyona mbasa ixabisekileyo ngabakwa Liberty.Kumsitho weeMbasa (Liberty awards 2018)ebezibanjelwe erhawutini ,oka Nokhatywa uthiwe jize ngembasa yokuhlonitshwa kwemisebenzi nokugcina igama lakhe lisezimbalini ngokuxhonywa kudonga lwabo bazenzele udumo nababile besoma besebenzela onomathotholo basekuhlaleni, i Hall of fame award.UNokhatywa waqala njengosebenza simahla ezinikezele […]

Zibonele FM making its slogan ‘Silapho Ukhoyo’ a reality. Download Zibonele FM APP and listen live everywhere you are . To download go to your play store and search ‘Zibonele fm’ Walaaaaa you there #SilaphoUkhoyo (we are wherever you are)   You may follow Zibonele on these social networks: Facebook – Zibonele fm 98.2 Twitter […]


Zibonele FM

Zibonele FM

Current track
TITLE
ARTIST

Background