December 17, 2020

Verskeie inhegtenisnemings

Written By Michelle Augus Photos by Noloyiso Rwexana Verskeie inhegtenisnemings 'n 41-jarige man van inhegtenis geneem vir die besit van twee ongelisensieerde vuurwapens in Petunia straat, Scottsville, Kraaifontein. Die polisie het op inligting reageer nadat 'n verdagte na bewering vanoggend 'n sakeman met 'n vuurwapen in Brassstraat, Brackenfell, gedreig het.Toe die polisie by die toneel opgedaag het, het die verdagte reeds van die toneel gevlug. 'N Duidelike beskrywing van die verdagte asook in watter rigting
Written By Abongile Booi Nanjengoko ilizwe loMzantsi Afrika beliqaphela usuku loxolelwaniso izolo inqaba iCastle of Good Hope ibikwakhumbula namatshantliziyo awancedisayo enikela ngegazi lawo ukuze kubonakale umnyama wobulungisa Izolo lanqaba iphehlelele ngokusesikweni amaphulo amabini okufundisa ukuze kuqatshelwe usuku loxolelwaniso nalapho elokuqala ibilelokukhumbula iqhawe elabhubhela eziseleni zamapolisa ngomnyaka ka1969 umnumzana uImam Haron owayelitshantliziyo lenkululeko kulandela ukugwetywa kwakhe iintsuku ezilikhulu mashumi mabini anesithathu ngethuba esilwela ubulungisa phantsi korhulumente wexesha lomnyhamnyheko. Unyana wakhe owayeminyaka ilishumi elinesithathu ubudala ngeloxesha umnumzana
Written By Zukisa Mbobi Yehlisa umxakatho i Gift of the Givers e Mpuma Koloni Umbutho wesisa i Gift of the Givers uyaqhubeka ngokunikezela ngoncedo kwiphondo i Mpuma Koloni nanjengoko amanani esiya ngokwenyuka kwelaphondo. Lombutho ukwancedisana nezibhedlela ukuzama ukwehlisa inani labo bahlaliswa ezibhedlele kumasipala ombaxa i Nelson Mandela Bay.Abasemagunyeni bathi oku kuzakuhlisa uxinizelelo kubasebenzi bezempilo.Oyintloko kwisibhedlela sabucala i Settler Hospital u nkskz Nyameka Ngesi uthi bebecela uncedo kwezinye izibhedle xa befumana uxinizelelo kodwa ngoku ibhedi ezingamashumi
Written By Michell Augus Photo by Lyndon Khan Covid-19 Compliance methods increased in the Western Cape Following the President’s latest address to the nation last nite, the City of Cape Town’s enforcement services will extend their efforts to ensure compliance and containing the second wave of COVID-19 infections. The Western cape disaster risk management department will also help enforcing Covid-19 safety regulations and has reminded residents that not adhering to these regulations will and can
Written By Olwethu Mboto photo by ewn. Uzakuhla entolongweni umrhanelwa otyholwa ngokubulala. Izakuchitha iiholide ze-Khrisimesi ngaphaya kwezitsixo zentolongo indoda etyholwa ngokubulala u-Zane Killian kwiphondo le-Ntshona Koloni. U-Killian wayanyaniswa netyala lokubulala umcuphi wamatyala oonqevu umnu u-Charl Kinnear. Kulandela ukumiswa kwamatyala alendoda aliqela isicelo sayo sebheyile siqalise kwinkundla ye-Nkqila ngentseni yanamhlanje. U-Killian ubesoloko eseluvalelweni sukela ukunqakulwa kwakhe kwinyanga ka-September nalapho wanqakulwa kwiintsuku ezimbini emva kokudutyulwa kuka-Kinnear abulawe ngaphandle kwekhaya lakhe elise Bishop Lavis. News Editor Xolisa Sindaphi

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.