Elementor #3381

Written By

Abongile Booi

Video by EWN

Headlines

Igosa eliphezulu kwicandelo leendaba nophendl’ondaba kwijelo losasazo iSABC unkosikazi Phathiswa Magopheni izolo unqwalile ngenene ukuba usathe xha ekukhupheni iileta phantsi komqathango wekhulu mashumi asibhozo anethoba emva kokugqalwa ngabasebenzi abalugcwabevu ngumsindo. LokaMagopeni uthi akakwazi ukuqhubeka nokukhuphe ezimbalelwano kodwa uzakuya kwiziphathamandla ukuyskuxubusha malunga nenyewe yokudendwa kwabasebenzi  kwelajelo emva kokuba kukhutshwe ingxelo zokuba bangamakhulu abane abasebenzi abakhutshelwe iimbalelwano.

News Editor

Xolisa Sindaphi

Status

Leave a Comment

Your email address will not be published. Required fields are marked *

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.