Written By

Olwethu Mboto

Photo by ENCA

Kudutyulwe abantu abane bonzakala kudubulo olwenzeke e-Khayelitsha mall.

Ngabantu abane abadutyuliweyo bonzakala ngethuba kuphanwa isithuthi esihambisa imali kwindawo yodederhu lweevenkile e-Khayelitsha izolo. Onogada ababini bebeqokelela imali izolo ngethuba bephangwa ngamadoda aliqela, Iingxelo zidiza ukuba bobabini abanogada badutyulwe bafumana umonzakalo ndawonye nabanye abantu ababini, nalapho abaphangi babeleke abasicatyana nesixa semali engadizwanga. Amapolisa athi akukabikho mntu sele ebanjiwe okwangoku malunga nesisiganeko.

News Editor

Xolisa Sindaphi

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.