Written By

Lusindiso Mayambela

Photo from @OscarMabuyane/Twitter

Kuqiniswa idabi elichasene ne Covid-19 e-Mpuma Koloni

Iphondo le-Mpuma Koloni liqinisa ngokumandla idabi lalo elichasene nobhubhane we-Covid-19.Inkulu-baphathiswa yeliphondo umnu-Oscar Mabuyane ubhalele kurhulumente kazwelonke ukuba asixhase isigqibo sakhe sokuba kuvalwe amanxweme kwakunye neendawo zokuphola,ngelixesha leeholide zehlobo.Isithethi sakhe umnumzana-Mvuyisiwekhaya Sicwetsha uthi bahlanganise isicwangciso sokhuseleko kweziholide zehlobo,kwaye ngokwesisicwangciso,baqaphele amanxweme kwakunye neendawo zolonwabo,nanjengoko izindawo ezibangela uxinzelelo olumandla,esithio inxalenye yesisicwangciso kukuba eliphondo lirhoxise nemigidi.

News Editor

Xolisa Sindaphi

Eli bali lisaqhubeka

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.