News paper December Newspaper Press Here for Daily Hews Previous Next November Newspaper 2nd Edition November Newspaper October 2nd edition Newspaper October Newspaper 2nd September Newspaper September Newspaper August Newspaper July News paper June News paper Articles Zibonele news and articles Iphepha ndaba lika Zibonele Fm liyafumaneka ngokuba u Subscribe kwenzele ufumane indaba roqo kwi email Bagcampuza ethuvini abahlali basekhayelitsha "Banamaqathalala enwele abantu abamnyama" Written By Abongile Booi Video by EWN Nguqulukubhode eSABC Baselugcwabevu ngumsindo abasebenzi bejelo losasazo iSABC emva kokukhutshwa kwembalelwano ezibakhululayo. Oku kulandela emva kokuba igosa eliphezulu kwicandelo leendaba nophendl’ondaba kwelajelo unkosikazi Phathiswa Magopeni ebeqwalile ngenene ukuba usathe xha ekukhupheni iileta phantsi komqathango wekhulu mashumi asibhozo anethoba kulandela intlanganiso ebinyembezana ebeyibambe nabasebenzi izolo. LokaMagopeni uthi akakwazi ukuqhubeka nokukhupha ezimbalelwano kodwa uzakuya kwiziphathamandla ukuyakuxubusha malunga nenyewe yokudendwa kwabasebenzi kwelajelo abaqikelelwa kumakhulu amane. News Editor Xolisa Sindaphi Eli bali lisaqhubeka Subscribe and get updated news daily Name*Email* Please accept terms & condition Fill in the form and Subscribe to our newspaper and get the latest news, emails will be sent for updates every time there are news update Subscribe to our Newspaper Get updates on your emails