Written By

Lusindiso Mayambela

Sele-siphehlelelwe-isicwangciso-seeholide-zehlobo-kwezothutho-e-ntshona-koloni

Uphehlele ngokusesikweni isicwangciso seeholide zehlobo ,nesikwaqulethe ukugxila nangakumbi kumbandela wokuqubisana ne-Covid-19 umphathiswa wesebe lezothutho nemisebenzi yoluntu kwiphondo le-Ntshona Koloni umnu-Bonginkosi Madikizela.Umnu-Madikizela uthi eliphondo lizakulindela ukuthontelana okumandla kwezithuthi kwezinye iingingqi zeliphondo nangelixesha leeholide zehlobo,esithi nangona ezi izindaba ezincumisayo kuqoqosho lwezokhenketho kweliphondo,kuzakufuneka ukuba wonke ubani athobele nangakumbi imiqathango enxulumene nobhubhane we-Covid-19.

News Editor

Xolisa Sindaphi

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.