Written By

Olwethu Mboto

Ubekwisikhululo see-taxi sase-Sitec umphathiswa wezothutho e-Ntshona Koloni umnu u-Bonginkosi Madikizela.

Nangona iyimiqondi yezithuthi eziphumayo ukusingisa kwiphondo le-Ntshona Koloni umphathiswa wesebe lezothuthi kweliphondo umnu u-Bonginkosi Mdikizela uphum’iphulo lokuhlola ukuba iyathotyelwa kusini na imiqathango ye-Lockdown ndawonye nentsholongwane i-Covid-19 kuquka ukulungela kwazo uhambo olude olusingisa kumaphondo ahlukeneyo.

News Editor

Xolisa Sindaphi

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.