Written By

Olwethu Mboto

photo by ewn.

Uzakuhla entolongweni umrhanelwa otyholwa ngokubulala.

Izakuchitha iiholide ze-Khrisimesi ngaphaya kwezitsixo zentolongo indoda etyholwa ngokubulala u-Zane Killian kwiphondo le-Ntshona Koloni. U-Killian wayanyaniswa netyala lokubulala umcuphi wamatyala oonqevu umnu u-Charl Kinnear. Kulandela ukumiswa kwamatyala alendoda aliqela isicelo sayo sebheyile siqalise kwinkundla ye-Nkqila ngentseni yanamhlanje. U-Killian ubesoloko eseluvalelweni sukela ukunqakulwa kwakhe kwinyanga ka-September nalapho wanqakulwa kwiintsuku ezimbini emva kokudutyulwa kuka-Kinnear abulawe ngaphandle kwekhaya lakhe elise Bishop Lavis.

News Editor

Xolisa Sindaphi

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.