Written By

Zukisa Mbobi

Yehlisa umxakatho i Gift of the Givers e Mpuma Koloni

Umbutho wesisa i Gift of the Givers uyaqhubeka ngokunikezela ngoncedo kwiphondo i Mpuma Koloni nanjengoko amanani esiya ngokwenyuka kwelaphondo. Lombutho ukwancedisana nezibhedlela ukuzama ukwehlisa inani labo bahlaliswa ezibhedlele kumasipala ombaxa i Nelson Mandela Bay.Abasemagunyeni bathi oku kuzakuhlisa uxinizelelo kubasebenzi bezempilo.Oyintloko kwisibhedlela sabucala i Settler Hospital u nkskz Nyameka Ngesi uthi bebecela uncedo kwezinye izibhedle xa befumana uxinizelelo kodwa ngoku ibhedi ezingamashumi amabini zongezelelweyo zizakwehlisa umxakatho kubo.

News Editor

Xolisa Sindaphi

You have successfully subscribed to Zibonele Newspaper

There was an error while trying to send your request. Please try again.

zibonele fm will use the information you provide on this form to be in touch with you and to provide updates and marketing.